-
Leer por capítulos:
-
Xhosa
-
-
41
|Mateo 5:41|
Nosukuba ekunyanzelela imayile enye, hamba naye zibe mbini.
-
42
|Mateo 5:42|
Mphe lowo ukucelayo, nalowo ufuna ukuboleka kuwe ungamnikeli umva.
-
43
|Mateo 5:43|
Nivile ukuba kwathiwa, Uze umthande ummelwane wakho, uluthiye utshaba lwakho.
-
44
|Mateo 5:44|
Ke mna ndithi kuni, Zithandeni iintshaba zenu, basikeleleni abo baniqalekisayo, benzeleni okulungileyo abo banithiyayo, nibathandazele abo banigxekayo banitshutshise;
-
45
|Mateo 5:45|
ukuze nibe ngabantwana boYihlo osemazulwini; ngokuba ilanga lakhe elenza liphume phezu kwabakhohlakeleyo nabalungileyo; nemvula eyinisa phezu kwabalungisayo nabangalungisiyo.
-
46
|Mateo 5:46|
Kuba xa nithe nathanda abo banithandayo, ninamvuzo mni na? Abenzi kwaloo nto yini na nababuthi berhafu?
-
47
|Mateo 5:47|
Naxa nithe nabulisa abazalwana benu bodwa, yintoni na egqithiseleyo eniyenzayo? Abenjenjalo yini na nababuthi berhafu?
-
48
|Mateo 5:48|
Ngoko yibani ngabafezekileyo, njengokuba uYihlo osemazulwini efezekile.
-
1
|Mateo 6:1|
Lumkani, ubulungisa benu ningabenzeli ebusweni babantu, ngokunga ningabonwa ngabo; okanye, aninamvuzo kuYihlo osemazulwini.
-
2
|Mateo 6:2|
Ngoko, xa sukuba uliza abantu, ungahlokomisi xilongo phambi kwakho, njengoko benza ngako abahanahanisi ezindlwini zesikhungu, nasezitratweni, ukuze bazukiswe ngabantu. Inene ndithi kuni, Bawufincile umvuzo wabo.
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer 2 Corintios 1-4