-
Leer por capítulos:
-
Xhosa
-
-
11
|Números 12:11|
Wathi uAron kuMoses, Tarhu, nkosi yam; musa ukusibeka tyala ngesono esisenzileyo ngokumatha, sonangaso.
-
12
|Números 12:12|
Makangaseleba njengofileyo, othi ekuphumeni kwakhe esizalweni sonina abe seledlekile isiqingatha senyama yakhe.
-
13
|Números 12:13|
Wakhala uMoses kuYehova, esithi, Thixo, ndiyakukhunga, khawumphilise.
-
14
|Números 12:14|
Wathi uYehova kuMoses, Ukuba uyise ubetshice ukutshica oku ebusweni bakhe, ubengayi kuva ihlazo na iintsuku ezisixhenxe? Makavalelwe imihla ibe sixhenxe ngaphandle kweminquba, emveni koko amkelwe.
-
15
|Números 12:15|
Wavalelwa ke uMiriyam ngaphandle kweminquba imihla esixhenxe. Abanduluka abantu, wada wamkelwa uMiriyam.
-
16
|Números 12:16|
Emveni koko banduluka abantu eHatseroti, bamisa entlango yaseParan.
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer Gálatas 1-3