- 
			
				
Leer por capítulos:
- 
									
   Xhosa									 - 
									
									 
- 
									
									1
									 
									 
									|Números 1:1|
									Wathetha uYehova kuMoses entlango yaseSinayi, ententeni yokuhlangana, ngolokuqala usuku lwenyanga yesibini, ngomnyaka wesibini wokuphuma kwabo ezweni laseYiputa, esithi,									
									    
								 
- 
									
									2
									 
									 
									|Números 1:2|
									Thabathani inani lebandla lonke loonyana bakaSirayeli,  ngokwemizalwane yabo ngokwezindlu zooyise, ngenani lamagama yonke into eyindoda, ngokwentloko yayo.									
									    
								 
- 
									
									3
									 
									 
									|Números 1:3|
									Nothabathela kominyaka imashumi mabini ezelwe ninyuse, bonke abaphuma umkhosi kwaSirayeli; nibabale emlibeni ngokwemikhosi yabo, wena noAron;									
									    
								 
- 
									
									4
									 
									 
									|Números 1:4|
									kubekho nani indoda esizweni ngasinye, indoda eyintloko yendlu kayise.									
									    
								 
- 
									
									5
									 
									 
									|Números 1:5|
									Ngawo la amagama amadoda aya kuma nani: kwaRubhen: uElitsure unyana kaShediyure;									
									    
								 
- 
									
									6
									 
									 
									|Números 1:6|
									kwaSimon: uShelumiyeli unyana kaTsurishadayi;									
									    
								 
- 
									
									7
									 
									 
									|Números 1:7|
									kwaYuda: uNashon unyana ka-Aminadabhi;									
									    
								 
- 
									
									8
									 
									 
									|Números 1:8|
									kwaIsakare: uNathaniyeli unyana kaTsuhare;									
									    
								 
- 
									
									9
									 
									 
									|Números 1:9|
									kwaZebhulon: uEliyabhi unyana kaHelon;									
									    
								 
- 
									
									10
									 
									 
									|Números 1:10|
									koonyana bakaYosefu: kwaEfrayim: uElishama unyana ka-Amihudi; kwaManase: uGamaliyeli unyana kaPedatsure;									
									    
								 
 - 
									
 - 
				
Sugerencias
 

Haga clic para leer Juan 14-15