-
Leer por capítulos:
-
Xhosa
-
-
61
|Números 7:61|
Umsondezo wakhe waba sisitya esinye sesilivere, bulikhulu elinamanci mathathu eeshekele ubunzima baso; sasinye isitya sokutshiza sesilivere, esiziishekele ezimashumi asixhenxe ngokweshekele yengcwele, zozibini zizele ngumgubo ocoliweyo womnikelo wokudla, ugalelwe ioli;
-
62
|Números 7:62|
lwalunye ukhamba lwegolide oluziishekele ezilishumi, luzele sisiqhumiso;
-
63
|Números 7:63|
yanye inkunzi entsha, ithole lenkomo, yanye inkunzi yemvu, yanye imvana emnyaka mnye, zizezedini elinyukayo ke ezo;
-
64
|Números 7:64|
yanye inkunzi yebhokhwe exhonti yedini lesono;
-
65
|Números 7:65|
ezombingelelo woxolo zambini iinkomo, zantlanu iinkunzi zezimvu, zantlanu iibhokhwe, zantlanu iimvana ezimnyaka mnye. Nguwo lowo umsondezo ka-Abhidan, unyana kaGidiyoni.
-
66
|Números 7:66|
Ngemini yeshumi kwasondeza inkulu yoonyana bakaDan, uAhiyezere, unyana ka-Amishadayi.
-
67
|Números 7:67|
Umsondezo wakhe waba sisitya esinye sesilivere, bulikhulu elinamanci mathathu eeshekele ubunzima baso; sasinye isitya sokutshiza sesilivere, esiziishekele ezimashumi asixhenxe ngokweshekele yengcwele, zozibini zizele ngumgubo ocoliweyo womnikelo wokudla, ugalelwe ioli;
-
68
|Números 7:68|
lwalunye ukhamba lwegolide oluziishekele ezilishumi, luzele sisiqhumiso;
-
69
|Números 7:69|
yanye inkunzi entsha, ithole lenkomo, yanye inkunzi yemvu, yanye imvana emnyaka mnye, zizezedini elinyukayo ke ezo;
-
70
|Números 7:70|
yanye inkunzi yebhokhwe exhonti yedini lesono;
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer 2 Corintios 5-7