-
Leer por capítulos:
-
Xhosa
-
-
21
|1 Samuel 12:21|
Ize ningatyeki; ngokuba ningaba nilandela izinto ezililize, ezingenakunyusa, ezingenakuhlangula, ngokuba zililize.
-
22
|1 Samuel 12:22|
Kuba uYehova akayi kubashiya abantu bakhe, ngenxa yegama lakhe elikhulu; ngokuba kwakholeka kuYehova ukunenza abantu bakhe.
-
23
|1 Samuel 12:23|
Kananjalo makube lee kum ukuthi ndone kuYehova ngokuyeka ukunithandazela; ndoniyalela indlela elungileyo ethe tye.
-
24
|1 Samuel 12:24|
Kodwa moyikeni uYehova, nimkhonze ngenyaniso, ngentliziyo yenu yonke; ngokuba kuboneni okukhulu anenzele khona.
-
25
|1 Samuel 12:25|
Ke ukuba niphikele ukwenza, nithe nenza okubi, nocinywa, nina kwanokumkani wenu.
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer Números 20-21