-
-
Xhosa
-
-
21
|2 Samuel 6:21|
Wathi uDavide kuMikali, Kube kusebusweni bukaYehova, owandinyulayo phambi koyihlo, naphambi kwendlu yakhe yonke, ukuba andimise ndibe yinganga yabantu bakaYehova, amaSirayeli; bekusebusweni bukaYehova ukuqamba kwam;
-
22
|2 Samuel 6:22|
ndisaya kudeleka kunoko, ndithobeke emehlweni am; ke abakhonzazana othethe ngabo, ndisaya kuzukiswa ngabo.
-
23
|2 Samuel 6:23|
Ke uMikali intombi kaSawule akabanga namntwana kwada kwangumhla wokufa kwakhe.
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer Números 17-19