-
Leer por capítulos:
-
Xhosa
-
-
21
|Génesis 39:21|
UYehova ubenoYosefu, wamthobela inceba, wenza ukuba athandwe ngumphathi wentolongo.
-
22
|Génesis 39:22|
Umphathi wentolongo wawanikela kuYosefu onke amakhonkxwa asentolongweni, ukuze zonke izinto ezisukuba zisenziwa khona, abe nguye ozenzayo.
-
23
|Génesis 39:23|
Umphathi wentolongo akakhathalelanga nto isesandleni sakhe, ngenxa yokuba uYehova ubenaye; zonke izinto ebesakuzenza, uYehova ubeziphumelelisa.
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer Éxodo 39-40