- 
			
				
Leer por capítulos:
- 
									
   Xhosa									 - 
									
									 
- 
									
									51
									 
									 
									|Números 33:51|
									Thetha koonyana bakaSirayeli, uthi kubo, Xa nithe nayiwela iYordan, nangena ezweni lakwaKanan,									
									    
								 
- 
									
									52
									 
									 
									|Números 33:52|
									nobagqogqa bonke abemi belo zwe phambi kwenu, niwachithe onke amatye angumfanekiso, nemifanekiso yabo yonke etyhidiweyo niyichithe, nazo zonke iziganga zabo nizitshabalalise;									
									    
								 
- 
									
									53
									 
									 
									|Números 33:53|
									nilihluthe ilizwe, nihlale kulo; kuba ndininikile ilizwe eli, ukuba nime kulo.									
									    
								 
- 
									
									54
									 
									 
									|Números 33:54|
									Nize nilabe ilizwe ngamaqashiso ngokwemizalwane yenu.  Omninzi nolenza lininzi ilifa lawo, omncinane nilenze lincinane ilifa lawo; ingulowo ube sendaweni elothiliwe kuyo iqashiso lawo. Nolidla ilifa ngokwezizwe zooyihlo.									
									    
								 
- 
									
									55
									 
									 
									|Números 33:55|
									Ukuba anithanga nibagqogqe abemi belizwe phambi kwenu,  kothi abo nibasalisileyo babengameva emehlweni enu, neemviko emacaleni enu, banibandezele ezweni enihleli kulo.									
									    
								 
- 
									
									56
									 
									 
									|Números 33:56|
									Kothi, njengoko ndagqibayo ukwenza kubo, ndenze ngako nakuni.									
									    
								 
 - 
									
 - 
				
Sugerencias
 

Haga clic para leer Juan 14-15