- 
			
				
Leer por capítulos:
- 
									
   Xhosa									 - 
									
									 
- 
									
									11
									 
									 
									|Números 35:11|
									nozihlelela imizi ibe yimizi yenu yokusabela, abalekele kuyo umbulali obulele umntu ngengozi.									
									    
								 
- 
									
									12
									 
									 
									|Números 35:12|
									Yoba yimizi yenu yokusaba kumphindezeli, angafi umbulali,  ade eme phambi kwebandla, lithethwe ityala lakhe.									
									    
								 
- 
									
									13
									 
									 
									|Números 35:13|
									Ke imizi enobanika yoba yimizi yenu yokusabela emithandathu.									
									    
								 
- 
									
									14
									 
									 
									|Números 35:14|
									Nganeno kweYordan nobanika imizi emithathu; ezweni lakwaKanan nobanika imizi emithathu, ibe yimiziyokusabela.									
									    
								 
- 
									
									15
									 
									 
									|Números 35:15|
									Loo mizi mithandathu yoba yeyokusabela koonyana bakaSirayeli, nakumphambukeli, nakundwendwe oluphakathi kwenu,  babalekele kuyo bonke ababulele umntu ngengozi.									
									    
								 
- 
									
									16
									 
									 
									|Números 35:16|
									Ukuba ubani uthe wambetha umntu ngentsimbi, wafa,  ungumbulali; wobulawa afe umbulali lowo.									
									    
								 
- 
									
									17
									 
									 
									|Números 35:17|
									Ukuba uthe wambetha ngelitye elisesandleni, angafayo ngalo, wafa, ungumbulali; makabulawe afe umbulali lowo.									
									    
								 
- 
									
									18
									 
									 
									|Números 35:18|
									Nokuba uthe wambetha ngento engumthi osesandleni, angafayo ngayo, wafa, ungumbulali; makabulawe afe umbulali lowo.									
									    
								 
- 
									
									19
									 
									 
									|Números 35:19|
									Umphindezeli wegazi wombulala ngokwakhe umbulali lowo;  akuqubisana naye wombulala ngokwakhe.									
									    
								 
- 
									
									20
									 
									 
									|Números 35:20|
									Ukuba uthe wamtyhala ngokumthiya, nokuba umgibisele emzonda, wafa;									
									    
								 
 - 
									
 - 
				
Sugerencias
 

Haga clic para leer Juan 14-15