-
Leer por capítulos:
-
Xhosa
-
-
11
|Números 36:11|
UMala, noTirtsa, noHogela, noMilka, noNoha, iintombi zikaTselofehadi, zendela koonyana babazalwana bakayise;
-
12
|Números 36:12|
zendela emizalwaneni yoonyana bakaManase, unyana kaYosefu; ilifa lazo laba sesizweni somzalwana kayise.
-
13
|Números 36:13|
Yiyo leyo imithetho namasiko awawawisayo uYehova ngesandla sikaMoses koonyana bakaSirayeli, ezinkqantosini zakwaMowabhi, ngaseYordan malunga neYeriko.
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer Números 17-19