-
-
Xhosa
-
-
19
|Romanos 4:19|
Wathi, engebuthathaka nje ngokholo, akondela emzimbeni wakhe, obuselufile (emayela ekhulwini leminyaka ezelwe), kwanokufa kwesizalo sikaSara;
-
20
|Romanos 4:20|
owathi, ngokusingisele kwidinga likaThixo, akathandabuza ngokungakholwa; wesuka womelela ngokholo, ezukisa uThixo,
-
21
|Romanos 4:21|
eqinisekile ukuba oko akumise ngedinga, unako nokukwenza.
-
22
|Romanos 4:22|
Kungoko kwabalelwa nokubalelwa ebulungiseni kuye.
-
23
|Romanos 4:23|
Ke kaloku, ukuba kwabalelwa kuye, akubhalwanga ngenxa yakhe yedwa;
-
24
|Romanos 4:24|
kwabhalwa nangenxa yethu, thina kwakuza kubalelwa kuthi, thina bakholwayo kulowo wamvusayo uYesu iNkosi yethu kwabafileyo;
-
25
|Romanos 4:25|
owanikelwa ngenxa yeziphoso zethu, waza wabuya wavuswa ngenxa yokugwetyelwa kwethu.
-
1
|Romanos 5:1|
Ngoko, sigwetyelwe nje ngokwaselukholweni, sinoxolo kuThixo ngayo iNkosi yethu uYesu Kristu;
-
2
|Romanos 5:2|
esaba nako ngaye ukuthi singene ngokholo kolu lubabalo simiyo kulo, siqhayise ngokuthemba uzuko lukaThixo.
-
3
|Romanos 5:3|
Asikukuphela ke oko; sizingca nangeembandezelo ezi, sisazi ukuba imbandezelo isebenza unyamezelo;
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer 2 Corintios 5-7