-
-
Xhosa -
-
15
|1 Reyes 2:15|
Wathi, Uyazi wena ukuba bebubobam ubukumkani, abe ebubhekise kum ubuso bawo onke amaSirayeli, ukuba ndibe ngukumkani. Bathi guququ ubukumkani, baba bobomninawa wam; ngokuba baba bobakhe, buphuma kuYehova.
-
-
Sugerencias

Haga clic para leer Hebreos 7-9