-
-
Xhosa -
-
42
|1 Reyes 2:42|
Wathumela ke ukumkani, wambiza uShimehi, wathi kuye, Bendingakufungise uYehova yini na, ndakuqononondisa, ndisithi, Mini uthe waphuma waya phi naphi, yazi inene ukuba uya kufa? Wathi ke wena kum, Lilungile elo lizwi, ndilivile.
-
-
Sugerencias

Haga clic para leer Hebreos 7-9