-
Leer por capítulos:
-
Xhosa
-
-
20
|Éxodo 33:20|
Wathi, Akunakububona ubuso bam; kuba akukho mntu undibona aphile.
-
21
|Éxodo 33:21|
Wathi uYehova, Nantsi ke indawo ngakum; uze ume phezu kweliwa;
-
22
|Éxodo 33:22|
kuthi, ekudluleni kobuqaqawuli bam, ndikubeke emqhokrweni weliwa, ndikugubungele ngesandla sam, ndide ndidlule;
-
23
|Éxodo 33:23|
ndize ndisuse isandla sam, uwubone umva wam. Ke bona ubuso bam abuyi kubonwa.
-
1
|Éxodo 34:1|
Wathi uYehova kuMoses, Ziqingqele amacwecwe amatye abe mabini, njengawokuqala, ndiwabhale emacwecweni lawo amazwi abesemacwecweni okuqala owawaqhekezayo;
-
2
|Éxodo 34:2|
ulunge kusasa, unyuke kusasa, uye entabeni yaseSinayi, ume ngakum khona encotsheni yentaba.
-
3
|Éxodo 34:3|
Kuze kunganyuki mntu nawe, kuze kungabonwa mntu kuyo yonke intaba, kuze kungadli mpahla imfutshane nankomo, isingise entabeni leyo.
-
4
|Éxodo 34:4|
Wawaqingqa amacwecwe amatye amabini, njengawokuqala. Wavuka uMoses kusasa, wenyuka waya entabeni yaseSinayi, njengoko uYehova wamwisela umthetho ngako, waphatha esandleni sakhe amacwecwe amatye omabini.
-
5
|Éxodo 34:5|
Wehla uYehova esefini, wema khona naye, wavakalisa igama likaYehova.
-
6
|Éxodo 34:6|
UYehova wadlula ebusweni bakhe, wavakalisa esithi, UYehova, uYehova, uThixo onemfesane, onobabalo, ozeka kade umsindo, omninzi ngenceba nenyaniso;
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer 2 Corintios 5-7