-
Leer por capítulos:
-
Xhosa
-
-
61
|Ezequiel 16:61|
Wozikhumbula iindlela zakho, udane ekubamkeleni kwakho oodade benu, abakhulu kunawe kunye nabancinane kunawe; ndikunike babe ziintombi kuwe, noko bengengabomnqophiso wakho.
-
62
|Ezequiel 16:62|
Ndowumisa mna umnqophiso wam nawe, wazi ukuba ndinguYehova;
-
63
|Ezequiel 16:63|
ukuze ukhumbule, udane, ungabi saba nakuvula mlomo ngenxa yehlazo lakho, ekukuxoleleni kwam zonke izinto ozenzileyo; itsho iNkosi uYehova.
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer Números 17-19