-
Leer por capítulos:
-
Xhosa
-
-
31
|Génesis 19:31|
Yathi eyamazibulo kwencinane, Ubawo waluphele; akukho ndoda ezweni apha yokusingena ngokwendlela yehlabathi lonke;
-
32
|Génesis 19:32|
yiza, simseze ubawo iwayini, silale naye, sigcine imbewu ngobawo.
-
33
|Génesis 19:33|
Zamseza ke uyise iwayini ngobo busuku; yangena eyamazibulo, yalala noyise; akayazanga yena ukulala kwayo nokuvuka kwayo.
-
34
|Génesis 19:34|
Kwathi ngengomso, yathi eyamazibulo kwencinane, Yabona, ndilele nobawo phezolo; masimseze iwayini nangobu busuku, ungene, ulale naye, ukuba sigcine imbewu ngobawo.
-
35
|Génesis 19:35|
Zamseza ke uyise iwayini nangobo busuku, yasuka, encinane yalala naye; akayazanga yena ukulala kwayo nokuvuka kwayo.
-
36
|Génesis 19:36|
Zamitha zombini iintombi zikaLote ngoyise.
-
37
|Génesis 19:37|
Eyamazibulo yazala unyana, yambiza ngegama elinguMowabhi; yena nguyise wamaMowabhi unanamhla.
-
38
|Génesis 19:38|
Nencinane yazala unyana, yambiza ngegama elinguBhenami; yena nguyise wonyana baka-Amon unanamhla.
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer Números 17-19