-
Leer por capítulos:
-
Xhosa
-
-
36
|Mateo 27:36|
Ahlala phantsi, amlinda khona apho.
-
37
|Mateo 27:37|
Babeka ngaphezu kwentloko yakhe ityala lakhe libhaliwe, kwathiwa, lo nguYesu uKumkani wamaYuda.
-
38
|Mateo 27:38|
Kwaza kwabethelelwa naye eminqamlezweni izihange ezibini, esinye ngasekunene, nesinye ngasekhohlo.
-
39
|Mateo 27:39|
Bamnyelisa ke bona abadlulayo, behlunguzela iintloko zabo,
-
40
|Mateo 27:40|
besitsho ukuthi, Wena uchitha itempile, uyakhe ngeentsuku ezintathu, zisindise; ukuba unguNyana kaThixo, yihla emnqamlezweni.
-
41
|Mateo 27:41|
Ngokukwanjalo ke nababingeleli abakhulu, bedlala ngaye, benabo ababhali namadoda amakhulu, bathi,
-
42
|Mateo 27:42|
Abanye wabasindisa; yena ngokwakhe akanakuzisindisa. Ukuba unguKumkani kaSirayeli, makehle kalokunje emnqamlezweni; sokholwa nguye;
-
43
|Mateo 27:43|
ukholose ngoThixo, makamhlangule kalokunje, ukuba uyamthanda; kuba wathi, NdinguNyana kaThixo.
-
44
|Mateo 27:44|
Zaye ke nezihange, ezibe zibethelelwe eminqamlezweni naye, zimngcikiva kwangokunjalo.
-
45
|Mateo 27:45|
Kuthe ke, kuthabathele kwilixa lesithandathu, kwada kwesa kwilixa lesithoba, kwehla ubumnyama phezu kwawo wonke umhlaba.
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer Jueces 4-5