- 
			
				
Leer por capítulos:
- 
									
   Xhosa									 - 
									
									 
- 
									
									41
									 
									 
									|Números 26:41|
									Ngabo abo oonyana bakaBhenjamin ngokwemizalwane yabo;  ababalwayo kubo ngamashumi amane anamahlanu amawaka, anamakhulu mathandathu.									
									    
								 
- 
									
									42
									 
									 
									|Números 26:42|
									Ngabo aba oonyana bakaDan ngokwemizalwane yabo; nguShuham ozala amaShuham. Yiyo leyo imizalwane yakwaDan ngokwemizalwane yabo.									
									    
								 
- 
									
									43
									 
									 
									|Números 26:43|
									Yonke imizalwane yamaShuham, ngokwababalwayo kubo,  ngamashumi omathandathu anamane amawaka, anamakhulu mane.									
									    
								 
- 
									
									44
									 
									 
									|Números 26:44|
									Oonyana baka-Ashere ngokwemizalwane yabo: nguImna ozaa amaImna; nguIshwi ozala amaIshwi; nguBheriya ozala amaBheriya.									
									    
								 
- 
									
									45
									 
									 
									|Números 26:45|
									Koonyana bakaBheriya: nguHebhere ozala amaHebhere;  nguMalekiyeli ozaa amaMalekiyeli.									
									    
								 
- 
									
									46
									 
									 
									|Números 26:46|
									Igama lentombi ka-Ashere nguSara.									
									    
								 
- 
									
									47
									 
									 
									|Números 26:47|
									Yiyo leyo imizalwane yoonyana baka-Ashere, ngokwababalwayo kubo: ngamashumi omahlanu anamathathu amawaka, anamakhulu mane.									
									    
								 
- 
									
									48
									 
									 
									|Números 26:48|
									Oonyana bakaNafetali ngokwemizalwane yabo: nguGatseli ozala amaGatseli; nguGuni ozala amaGuni;									
									    
								 
- 
									
									49
									 
									 
									|Números 26:49|
									nguYetsere ozala amaYetsere; nguShilem ozala amaShilem.									
									    
								 
- 
									
									50
									 
									 
									|Números 26:50|
									Yiyo leyo imizalwane yakwaNafetali ngokwemizalwane yabo;  ababaliweyo kubo ngamashumi omane anamahlanu amawaka,  anamakhulu mane.									
									    
								 
 - 
									
 - 
				
Sugerencias
 

Haga clic para leer Juan 14-15