-
Leer por capítulos:
-
Xhosa
-
-
21
|Números 2:21|
umkhosi wakhe, abo babalwayo kubo, ngamashumi omathathu anesibini amawaka, anamakhulu mabini.
-
22
|Números 2:22|
Kuze kulandele isizwe sakwaBhenjamin; inkulu yoonyana bakaBhenjamin nguAbhidan, unyana kaGidiyoni;
-
23
|Números 2:23|
umkhosi wakhe, abo babalwayo kubo, ngamashumi omathathu anesihlanu amawaka, anamakhulu mane.
-
24
|Números 2:24|
Bonke ke ababalelwa eminqubeni yakwaEfrayim likhulu lamawaka, anesibhozo samawaka anakhulu-nye, ngokwemikhosi yabo. Bonduluka beyeyesithathu.
-
25
|Números 2:25|
Ibhanile yeminquba yakwaDan yoba ngasentla, ngokwemikhosi yabo; inkulu yoonyana bakaDan nguAhiyezere, unyana ka-Amishadayi;
-
26
|Números 2:26|
umkhosi wakhe, abo babalwayo kubo, ngamashumi omathandathu anesibini amawaka, anamakhulu asixhenxe.
-
27
|Números 2:27|
Abomisa ngakuye yoba sisizwe sakwa-Ashere, inkulu yoonyana baka-Ashere nguPagiyeli, unyana kaOkran;
-
28
|Números 2:28|
umkhosi wakhe, abo babalwayo kubo, ngamashumi omane amawaka, anawaka-nye, linamakhulu mahlanu.
-
29
|Números 2:29|
Ize kulandele isizwe sakwaNafetali; inkulu yoonyana bakaNafetali nguAhira, unyana kaEnan;
-
30
|Números 2:30|
umkhosi wakhe, abo babalwayo kubo, ngamashumi omahlanu anesithathu samawaka, anamakhulu mane.
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer 1 Corintios 8-10