-
Leer por capítulos:
-
Xhosa
-
-
31
|Génesis 18:31|
Wathi, Khawubone, sendide ndathetha eNkosini. Hi ke, kwafunyanwa khona amashumi omabini? Yathi, Andiyi kuwonakalisa ngenxa yamashumi omabini.
-
32
|Génesis 18:32|
Wathi, Mayingabi namsindo iNkosi, khendithethe esi sihlandlo sodwa. Hi ke, kwafunyanwa khona ishumi elinye? Yathi, Andiyi kuwonakalisa ngenxa yeshumi elinye.
-
33
|Génesis 18:33|
Wemka uYehova, akugqiba ukuthetha kuAbraham; uAbraham wabuyela endaweni yakhe.
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer Gálatas 1-3