- 
			
				
Leer por capítulos:
- 
									
   Xhosa									 - 
									
									 
- 
									
									19
									 
									 
									|Números 34:19|
									Ngawo la amagama aloo madoda: esizweni sakwaYuda,  nguKalebhi unyana kaYefune;									
									    
								 
- 
									
									20
									 
									 
									|Números 34:20|
									esizweni soonyana bakaSimon, nguShemuweli unyana ka-Amihude;									
									    
								 
- 
									
									21
									 
									 
									|Números 34:21|
									esizweni sakwaBhenjamin, nguElidade unyana kaKiselon;									
									    
								 
- 
									
									22
									 
									 
									|Números 34:22|
									esizweni soonyana bakaDan, sisikhulu esinguBhuki unyana kaYogeli;									
									    
								 
- 
									
									23
									 
									 
									|Números 34:23|
									koonyana bakaYosefu, esizweni soonyana bakaManase,  sisikhulu esinguHaniyeli, unyana kaEfodi;									
									    
								 
- 
									
									24
									 
									 
									|Números 34:24|
									esizweni soonyana bakaEfrayim, sisikhulu esinguKemuweli,  unyana kaShifitan;									
									    
								 
- 
									
									25
									 
									 
									|Números 34:25|
									esizweni soonyana bakaZebhulon, sisikhulu esinguElitsafan,  unyana kaParnaki;									
									    
								 
- 
									
									26
									 
									 
									|Números 34:26|
									esizweni soonyana bakaIsakare, sisikhulu esinguPalatiyeli,  unyana ka-Azan;									
									    
								 
- 
									
									27
									 
									 
									|Números 34:27|
									esizweni soonyana baka-Ashere, sisikhulu esinguAhihudi,  unyana kaShelomi;									
									    
								 
- 
									
									28
									 
									 
									|Números 34:28|
									esizweni soonyana bakaNafetali, sisikhulu esinguPedayeli,  unyana ka-Amihude.									
									    
								 
 - 
									
 - 
				
Sugerencias
 

Haga clic para leer Juan 14-15