-
-
Xhosa
-
-
47
|Juan 7:47|
Bawaphendula ngoko abaFarisi, bathi, Ningaba nilahlekisiwe nani na?
-
48
|Juan 7:48|
Kubaphathi nakubaFarisi kungaba kukho mntu ukholiweyo kuye yini na?
-
49
|Juan 7:49|
Olu luntu lungawaziyo umthetho luqalekisiwe.
-
50
|Juan 7:50|
Uthe uNikodemo kubo (lowo wezayo kuye ebusuku, engomnye kwabo),
-
51
|Juan 7:51|
Umthetho wethu uyamgweba yini na umntu, ukuba awuthanga uve kuye kuqala, uqonde into ayenzayo?
-
52
|Juan 7:52|
Baphendula bathi kuye, Ungaba ungowelaseGalili nawe na? Phengulula ubone, ukuba akuveli mprofeti kwelaseGalili.
-
53
|Juan 7:53|
Walowo ke waya kweyakhe indlu.
-
1
|Juan 8:1|
UYesu ke yena waya eNtabeni yemiNquma.
-
2
|Juan 8:2|
Uthe ke ngesifingo wabuya wafika etempileni; baye bonke abantu besiza kuye; wahlala phantsi, wabafundisa.
-
3
|Juan 8:3|
Ababhali nabaFarisi bazisa ke kuye umfazi obanjwe ekrexeza; baza, bemmise phakathi,
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer Números 35-36