- 
			
				
Leer por capítulos:
- 
									
   Xhosa									 - 
									
									 
- 
									
									11
									 
									 
									|Job 10:11|
									Wandambesa ngolusu nenyama, Wandiphingela ngamathambo nemisipha.									
									    
								 
- 
									
									12
									 
									 
									|Job 10:12|
									Undenzele ubomi nenceba, Nokuvelela kwakho kwawugcina umoya wam.									
									    
								 
- 
									
									13
									 
									 
									|Job 10:13|
									Ezi zinto ke wazigusha entliziyweni yakho; Ndiyazi ukuba ubunale ndawo yokuthi:									
									    
								 
- 
									
									14
									 
									 
									|Job 10:14|
									Ukuba ndithe ndona, wondibamba undilinde, Ungandenzi msulwa ebugwenxeni bam.									
									    
								 
- 
									
									15
									 
									 
									|Job 10:15|
									Ukuba ndithe ndabangongendawo, athi ke mna! Ukuba ndithe ndaba lilungisa, ndingayiphakamisi intloko yam: Ndihluthi kukucukucezwa, Nakukubona iintsizi zam.									
									    
								 
- 
									
									16
									 
									 
									|Job 10:16|
									Nokuba ithe yaziphakamisa intloko yam, wondizingela njengengonyama, Ubuye wenze ngokubalulekileyo kum;									
									    
								 
- 
									
									17
									 
									 
									|Job 10:17|
									Uhlaziye amangqina akho phambi kwam; Uyandise ingqumbo yakho kum, Ibe kukukhululana kwemikhosi eza kum.									
									    
								 
- 
									
									18
									 
									 
									|Job 10:18|
									Ibiyini na ke ukuba undikhuphe esizalweni? Ngendaphuma umphefumlo, andabonwa liso,									
									    
								 
- 
									
									19
									 
									 
									|Job 10:19|
									Ndanga andibangakho, Ngendasuswa esizalweni, ndasiwa engcwabeni.									
									    
								 
- 
									
									20
									 
									 
									|Job 10:20|
									Ayimbalwa na imihla yam? Makayeke, Adede kum, ndikhe ndincumeze kancinane,									
									    
								 
 - 
									
 - 
				
Sugerencias
 

Haga clic para leer Juan 16-18