-
Leer por capítulos:
-
Xhosa
-
-
1
|Job 21:1|
Waphendula uYobhi, wathi,
-
2
|Job 21:2|
Yivani, nikuve ukuthetha kwam; Kube ziintuthuzelo zenu oku.
-
3
|Job 21:3|
Ndithwaleni, ndithethe nam; Nigculele emva kwamazwi am.
-
4
|Job 21:4|
Mna, inkalazo yam isemntwini yini na? Khona bekungani ukuba ungazekaneki umoya wam?
-
5
|Job 21:5|
Bhekani kum, nimangaliswe; Bekani isandla emlonyeni.
-
6
|Job 21:6|
Okunene, ndakukhumbula, ndisuka ndikhwankqiswe, Nenyama yam ibanjwe kukududuzela.
-
7
|Job 21:7|
Yini na ukuba abangendawo badle ubomi, Babe badala, kananjalo bomelele, babe namandla?
-
8
|Job 21:8|
Imbewu yabo iqinile phambi kwabo, inabo; Nabaphume embilinini wabo basemehlweni abo.
-
9
|Job 21:9|
Izindlu zabo zinoxolo, kungekho kunkwantya, Nentonga kaThixo ayibafikeli.
-
10
|Job 21:10|
Inkunzi yabo iyazeka ingahlohleli; Imazi yabo iyazala ingaphunzi.
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer 2 Corintios 5-7