- 
			
				
Leer por capítulos:
- 
									
   Xhosa									 - 
									
									 
- 
									
									1
									 
									 
									|Job 22:1|
									Wasusela uElifazi wakwaTeman, wathi,									
									    
								 
- 
									
									2
									 
									 
									|Job 22:2|
									Umfo unokumnceda na uThixo? Hayi bo! Uzinceda ngokwakhe oqiqayo.									
									    
								 
- 
									
									3
									 
									 
									|Job 22:3|
									Kumnandi na kuSomandla, xa ulilungisa? Kuyinzuzo na kuye,  ukuba uyazigqibelelisa iindlela zakho?									
									    
								 
- 
									
									4
									 
									 
									|Job 22:4|
									Uya kukohlwaya na ngenxa yokoyika kwakho uThixo, Aye nawe ematyaleni?									
									    
								 
- 
									
									5
									 
									 
									|Job 22:5|
									Ububi bakho abubukhulu na? Ubugwenxa bakho asibobungaphele ndawo na?									
									    
								 
- 
									
									6
									 
									 
									|Job 22:6|
									Kuba ububambise umzalwana wakho ngelize, Ububahluba abaze iingubo.									
									    
								 
- 
									
									7
									 
									 
									|Job 22:7|
									Ubungamsezi manzi otyhafileyo, Olambileyo ubumwimba ukutya.									
									    
								 
- 
									
									8
									 
									 
									|Job 22:8|
									Ke indoda enengalo, belilelayo ilizwe; Obekekileyo ubehlala kulo.									
									    
								 
- 
									
									9
									 
									 
									|Job 22:9|
									Abahlolokazi ububandulula belambatha, Neengalo zeenkedama ubuzityumza.									
									    
								 
- 
									
									10
									 
									 
									|Job 22:10|
									Ngenxa yoko imigibe ikujikelezile, Ukhwankqiswe ngesiquphe kukunkwantyiswa.									
									    
								 
 - 
									
 - 
				
Sugerencias
 

Haga clic para leer Juan 16-18