-
Leer por capítulos:
-
Xhosa
-
-
21
|Job 28:21|
Bufihlakele emehlweni eento zonke eziphilileyo; Busithakele nasezintakeni zasezulwini.
-
22
|Job 28:22|
Inzonzobila nokufa kuthi, Sibuvile ukubuva ngendlebe.
-
23
|Job 28:23|
NguThixo oyiqondayo indlela yabo, Nguye oyaziyo indawo yabo.
-
24
|Job 28:24|
Kuba yena ubheka eziphelweni zehlabathi, Ubona phantsi kwamazulu onke;
-
25
|Job 28:25|
Ngokuwenzela umoya ubunzima bawo, Namanzi awalinganise ngomlinganiso;
-
26
|Job 28:26|
Ekuyenzeleni kwakhe imvula ummiselo, Nombane wendudumo indlela:
-
27
|Job 28:27|
Waza wabubona, wabubala; Wabumisa, wabugocagoca nokubugocagoca;
-
28
|Job 28:28|
Wathi emntwini: Yabona, ukoyika iNkosi, bubulumko obo, Nokutyeka ebubini kuyingqondo.
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer Números 20-21