- 
			
				
Leer por capítulos:
- 
									
   Xhosa									 - 
									
									 
- 
									
									1
									 
									 
									|Job 35:1|
									Wasusela uElihu, wathi,									
									    
								 
- 
									
									2
									 
									 
									|Job 35:2|
									Uba oku kusesikweni na, Ukuthi, ubulungisa bakho bungaphezu kobukaThixo;									
									    
								 
- 
									
									3
									 
									 
									|Job 35:3|
									Ukuba uthi nje, Bundinceda ntoni na, Bundinyusa ngantoni na phezu kokundinyusa kwesono sam?									
									    
								 
- 
									
									4
									 
									 
									|Job 35:4|
									Ndiya kukuphendula mna ngokuthetha, Nabahlobo bakho abanawe.									
									    
								 
- 
									
									5
									 
									 
									|Job 35:5|
									Bheka ezulwini ubone; Ukhangele isibhakabhaka, siphezulu kuwe.									
									    
								 
- 
									
									6
									 
									 
									|Job 35:6|
									Ukuba uthi wone, usebenza ntoni na ngakuye? Khona zakuba zininzi izikreqo zakho, umenze ntoni na?									
									    
								 
- 
									
									7
									 
									 
									|Job 35:7|
									Ukuba uthe walungisa wena, umpha ntoni na ngaloo nto?  Wamkela ntoni na yena esandleni sakho?									
									    
								 
- 
									
									8
									 
									 
									|Job 35:8|
									Kuyinto kwindoda enjengawe ukungabi ndawo kwakho; Buyinto kuwe, nyana womntu, ubulungisa bakho.									
									    
								 
- 
									
									9
									 
									 
									|Job 35:9|
									Ngenxa yobuninzi bokucudisa, bayakhala abantu; Bayazibika ngenxa yengalo yabakhulu.									
									    
								 
- 
									
									10
									 
									 
									|Job 35:10|
									Ke abatsho ukuthi, Uphi na uThixo uMenzi wam, Osinika ingoma ebusuku,									
									    
								 
 - 
									
 - 
				
Sugerencias
 

Haga clic para leer Juan 16-18