- 
			
				
Leer por capítulos:
- 
									
   Xhosa									 - 
									
									 
- 
									
									11
									 
									 
									|Job 39:11|
									Wokholosa na ngayo, ngokuba emakhulu amandla ayo, Ukushiye nayo ukuxelenga kwakho?									
									    
								 
- 
									
									12
									 
									 
									|Job 39:12|
									Unokukholwa na kuyo, ukuba yoyigodusa imbewu yakho,  Ibuthele esandeni sakho?									
									    
								 
- 
									
									13
									 
									 
									|Job 39:13|
									Iphiko lencinibakazi liyaphapha: Lunenceba yengwamza na ke usiba lwayo, noboya bayo?									
									    
								 
- 
									
									14
									 
									 
									|Job 39:14|
									Hayi bo! Iwashiya emhlabeni amaqanda ayo, Ifukamele eluthulini;									
									    
								 
- 
									
									15
									 
									 
									|Job 39:15|
									Ilibale ukuba unyawo lowatyumza, Nerhamncwa lasendle lowanyathela.									
									    
								 
- 
									
									16
									 
									 
									|Job 39:16|
									Iyawabukula amathole ayo ngathi asingawayo, Kuphalale ukuxelenga kwayo, ingaxhali.									
									    
								 
- 
									
									17
									 
									 
									|Job 39:17|
									Ngokuba uThixo wenze yabulibala ubulumko, Akayabela ingqondo.									
									    
								 
- 
									
									18
									 
									 
									|Job 39:18|
									Xesha limbi izibetha iphakame, Ilihleke ihashe nomkhweli walo.									
									    
								 
- 
									
									19
									 
									 
									|Job 39:19|
									Linikwa nguwe na ihashe ubukroti? Uyambathise intamo yalo ngobuyakayaka?									
									    
								 
- 
									
									20
									 
									 
									|Job 39:20|
									Nguwe na oliqakathisa njengenkumbi? Isandi somfutho walo siyothusa.									
									    
								 
 - 
									
 - 
				
Sugerencias
 

Haga clic para leer Juan 16-18