-
Leer por capítulos:
-
Xhosa
-
-
21
|Job 3:21|
Abalinde ukufa, kusuke kungabikho; buselelweyo;
-
22
|Job 3:22|
Abavuya bade bagcobe, Babe nemihlali, xa bathe bafumanana nengcwaba?
-
23
|Job 3:23|
Ukuba ukukhanya akunike umfo ondlela isitheleyo, Obiyelweyo nguThixo ngeenxa zonke?
-
24
|Job 3:24|
Kuba endaweni yesonka sam kuza ukugcuma, Kuphalazeka njengamanzi ukubhonga kwam.
-
25
|Job 3:25|
Kuba ndinkwantya kokunkwantyisayo, kwaza kwandifikela, Into endinxunguphala yiyo indizele.
-
26
|Job 3:26|
Ndathi, ndingachulumachanga ndingazolanga, ndingaphumlanga, Kweza ke ukugungqa.
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer Números 20-21