- 
			
				
Leer por capítulos:
- 
									
   Xhosa									 - 
									
									 
- 
									
									11
									 
									 
									|Job 8:11|
									Iyakhula na imikhanzi, kungekho mgxobhozo? Iyahluma na ingcobo, kungekho manzi?									
									    
								 
- 
									
									12
									 
									 
									|Job 8:12|
									Iseluhlaza, ingekaphiwa, Yoyiphangela ingca yonke ngokoma.									
									    
								 
- 
									
									13
									 
									 
									|Job 8:13|
									Unjalo umendo wabo bonke abamlibalayo uThixo, Nethemba lomkhohlisi liyadaka;									
									    
								 
- 
									
									14
									 
									 
									|Job 8:14|
									Ngokuba ukugasa kwakhe kuyanqunyulwa; Yindlu yesigcawu ukukholosa kwakhe.									
									    
								 
- 
									
									15
									 
									 
									|Job 8:15|
									Wayama ngendlu yakhe, ingemi; Ubambelela kuyo, ingahlali.									
									    
								 
- 
									
									16
									 
									 
									|Job 8:16|
									Uluhlaza phambi kwelanga, Namagatya akhe ayaqabela eludongeni lwentsimi yakhe;									
									    
								 
- 
									
									17
									 
									 
									|Job 8:17|
									Iingcambu zakhe zijijene emweweni, Utyhudisa ezingcambeni zamatye.									
									    
								 
- 
									
									18
									 
									 
									|Job 8:18|
									Ukuba uthe wamginya endaweni yakhe, Yomkhanyela ithi,  Andikubonanga.									
									    
								 
- 
									
									19
									 
									 
									|Job 8:19|
									Yabona, yiyo le imihlali yendlela yakhe, Ize eluthulini kuntshule abanye.									
									    
								 
- 
									
									20
									 
									 
									|Job 8:20|
									Yabona, uThixo akamcekisi ogqibeleleyo, Akababambi ngesandla abenzi bobubi.									
									    
								 
 - 
									
 - 
				
Sugerencias
 

Haga clic para leer Juan 16-18