-
Leer por capítulos:
-
Xhosa
-
-
42
|Números 4:42|
Ababalwayo kwimizalwane yoonyana bakaMerari, ngokwemizalwane yabo, ngokwezindlu zooyise,
-
43
|Números 4:43|
bethabathela kominyaka imashumi mathathu ezelwe, banyuse, base kominyaka imashumi mahlanu ezelwe, bonke abeza kuphuma umkhosi, ukuba basebenze ententeni yokuhlangana,
-
44
|Números 4:44|
ababalwayo kubo ngokwemizalwane yabo, baba ngamawaka amathathu, anamakhulu mabini.
-
45
|Números 4:45|
Ngabo abo babalwayo kwimizalwane yoonyana bakaMerari, awababalayo uMoses noAron ngokomlomo kaYehova, ngesandla sikaMoses.
-
46
|Números 4:46|
Bonke ke ababalwayo, awababalayo uMoses noAron nezikhulu zakwaSirayeli, kubaLevi ngokwemizalwane yabo, ngokwezindlu zooyise,
-
47
|Números 4:47|
bethabathela kominyaka imashumi mathathu ezelwe banyuse, basekominyaka imashumi mahlanu ezelwe, bonke abo baza kusebenza imisebenzi ngemisebenzi, nomsebenzi wokuthwala ententeni yokuhlangana,
-
48
|Números 4:48|
ababalwayo kubo, baba ngamawaka asibhozo, anamakhulu mahlanu, anamanci asibhozo.
-
49
|Números 4:49|
Babenza bavelela ngokomlomo kaYehova, ngesandla sikaMoses, elowo emsebenzini wakhe, nasemthwalweni wakhe, nasezintweni awozivelela, njengoko uYehova wamwiselayo umthetho uMoses.
-
1
|Números 5:1|
Wathetha uYehova kuMoses, esithi,
-
2
|Números 5:2|
Bawisele umthetho oonyana bakaSirayeli, babakhuphe eminqubeni bonke abaneqhenqa, nabo bonke ababhobhozayo, nabo bonke abaziinqambi ngofileyo;
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer 2 Corintios 5-7