-
Leer por capítulos:
-
Xhosa -
-
30
|Hechos 10:30|
UKorneli wathi, Kuse kuntsuku ne ndizila ukudla, kwada kwaleli lixa lemini. Ngelixa lesithoba ke bendithandaza endlwini yam, kwesuka kwathi gqi indoda, yema phambi kwam, inengubo eqaqambileyo;
-
-
Sugerencias

Haga clic para leer Hebreos 7-9