-
Leer por capítulos:
-
Xhosa
-
-
12
|Hechos 3:12|
Akukubona ke oko uPetros, waphendula wathi kubo abantu, Madoda, maSirayeli, yini na ukuba nimangaliswe yile nto? Kanjalo yini na ukuba nisijonge, ngathi simenze wahamba ngawethu amandla, nangokwethu ukuhlonela uThixo?
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer 2 Reyes 4-5