-
Leer por capítulos:
-
Xhosa
-
-
21
|Job 19:21|
Tarhuni, tarhuni, zihlobo zam; Kuba isandla sikaThixo sindiphethe.
-
22
|Job 19:22|
Yini na ukuba nindisukele njengoThixo, Ninganeli yinyama yam?
-
23
|Job 19:23|
Akwaba ngoku ebebhalwa amazwi am! Akwaba ebekrolwe encwadini!
-
24
|Job 19:24|
Ngentlabo yesinyithi, atyhidwe ngelothe, Axholelwe eweni nanini!
-
25
|Job 19:25|
Ke mna ndiyazi ukuba umhlawuleli wam uhleli; Engowokuphela, uya kusuka eme phezu kothuli lwehlabathi.
-
26
|Job 19:26|
Emveni kokuba ulusu lwam ludlavulwe lwanje, Ingasekho inyama yam, ndiya kumbona uThixo,
-
27
|Job 19:27|
Endiya kuzibonela mna ngokwam; Amehlo am ambone, ingabi wumbi. Ziyaphelelwa izintso zam ngaphakathi kwam.
-
28
|Job 19:28|
Ukuba nithi, Simsukela ngani na? Ingcambu yaloo nto ifunyenwe kum:
-
29
|Job 19:29|
Nxunguphalani likrele; Kuba ubushushu, bubo ubugwenxa obufanele ikrele, Ukuze nazi ukuba kukho umgwebo.
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer 1 Corintios 8-10