-
Leer por capítulos:
-
Xhosa
-
-
21
|Job 30:21|
Uzenza isijorha kum; Unditshutshisa ngamandla esandla sakho.
-
22
|Job 30:22|
Undifukulela emoyeni, undikhwelisa kuwo, Undibhangise nokuzongoma kwawo.
-
23
|Job 30:23|
Kuba ndiyazi ukuba uya kundibuyisela ekufeni, Endlwini yokuhlangana kwabaphilileyo bonke.
-
24
|Job 30:24|
Kodwa ekuthini bhuma, umntu akoluli sandla na, Azibike ngenxa yoko elishweni lakhe?
-
25
|Job 30:25|
Khona andimlilelanga yini na omini zinobubi? Ubungenalusizi na umphefumlo wam ngenxa yehlwempu?
-
26
|Job 30:26|
Kuba ndathemba okulungileyo, kweza okubi; Ndalinda ukukhanya, kweza isithokothoko.
-
27
|Job 30:27|
Amathumbu am abila, akayeka; Yandihlangabeza imihla yeentsizi.
-
28
|Job 30:28|
Ndahamba ndinezimnyama zokuzila, akwabakho langa; Ndaphakama ebandleni, ndazibika.
-
29
|Job 30:29|
Ndingumzalwana weempungutye, Nomlingane weenciniba.
-
30
|Job 30:30|
Ulusu lwam luyadlubhuka kum, lumnyama. Namathambo am atshile kukoma.
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer 2 Corintios 5-7