- 
			
				
Leer por capítulos:
- 
									
   Xhosa									 - 
									
									 
- 
									
									11
									 
									 
									|Job 31:11|
									Kuba loo nto bubugqwirha, Loo nto bubugwenxa phambi kwabagwebi.									
									    
								 
- 
									
									12
									 
									 
									|Job 31:12|
									Inene, loo nto ngumlilo odla use enzonzobileni; Ibiya kuncothula iingcambu zongeniselo lwam lonke.									
									    
								 
- 
									
									13
									 
									 
									|Job 31:13|
									Ukuba ndibe ndilahle ilungelo lomkhonzi wam nelomkhonzazana wam, Bakubambana nam,									
									    
								 
- 
									
									14
									 
									 
									|Job 31:14|
									Bendingathini na ukwenza, xa athe uThixo wesuka waphakama?  Xa athe wavela, bendingathini na ukuphendula?									
									    
								 
- 
									
									15
									 
									 
									|Job 31:15|
									Owandenzayo ezibilinini akamenzanga na naye? Owasimilisa esizalweni akamnye na?									
									    
								 
- 
									
									16
									 
									 
									|Job 31:16|
									Ukuba ndibe ndisala nabakungxameleyo abasweleyo,  Ndawaphelisa amehlo omhlolokazi,									
									    
								 
- 
									
									17
									 
									 
									|Job 31:17|
									Ndawudla ndedwa umthamo wam, Ayadla inkedama kuwo:									
									    
								 
- 
									
									18
									 
									 
									|Job 31:18|
									Hayi bo! Kwasebuncinaneni bam inkedama yakhulela kum,  ngathi ikuyise, Ndamalathisa umhlolokazi nasesizalweni sikama.									
									    
								 
- 
									
									19
									 
									 
									|Job 31:19|
									Ukuba ndibe ndimbona otshabalalayo engenanto yokwambatha,  Ihlwempu lingenanto yokuzigubungela;									
									    
								 
- 
									
									20
									 
									 
									|Job 31:20|
									Ukuba abengandisikeleli amanqe akhe, Akazifudumeza ngoboya beemvana zam;									
									    
								 
 - 
									
 - 
				
Sugerencias
 

Haga clic para leer Juan 16-18