-
Leer por capítulos:
-
Xhosa
-
-
31
|Job 34:31|
Ngokuba ubani angatsho na kuThixo ukuthi, Ndiziphakamisile, andisayi kuba sona;
-
32
|Job 34:32|
Endingakuboniyo, ndiyale ngako; Ukuba ndithe ndenza ngobugqwetha, andiyi kuphinda?
-
33
|Job 34:33|
Uya kuphindezela ngokwakho na yena, ngokuba usolile wena? Ukuba unyule wena, kunganyuli mna. Into oyaziyo yithethe.
-
34
|Job 34:34|
Aya kuthi kum amadoda aziingqondi, Nomfo osisilumko ondiphulaphulayo,
-
35
|Job 34:35|
UYobhi uthetha engenakwazi, Namazwi akhe akanangqiqo.
-
36
|Job 34:36|
Tarhuni, makacikidwe uTobhi kuse ekupheleni, Ngenxa yokuphendula kwakhe ngokwamadoda anobutshinga.
-
37
|Job 34:37|
Kuba elongeza ukreqo kwisono sakhe; Utyhwakraza izandla phakathi kwethu, Awenze maninzi amazwi akhe ngoThixo.
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer Éxodo 39-40