- 
			
				
Leer por capítulos:
- 
									
   Xhosa									 - 
									
									 
- 
									
									11
									 
									 
									|Job 36:11|
									Ukuba bathe beva, bamkhonza, Boyigqiba imihla yabo ekulungeni, Neminyaka yabo ebumnandini.									
									    
								 
- 
									
									12
									 
									 
									|Job 36:12|
									Ukuba bathe abeva, bogqithela emkhontweni, Baphume umphefumlo bengenakwazi.									
									    
								 
- 
									
									13
									 
									 
									|Job 36:13|
									Ke abaziintshembenxa ngentliziyo babamba umsindo;  Abazibiki xa abakhonkxayo;									
									    
								 
- 
									
									14
									 
									 
									|Job 36:14|
									Ufe ke ebuncinaneni umphefumlo wabo, Nobomi babo bube bobengÂ’awu kwindawo engcwele.									
									    
								 
- 
									
									15
									 
									 
									|Job 36:15|
									Uyamhlangula olusizana ngeentsizi zakhe, Ayityhile indlebe yakhe ngokuxinwa kwabo.									
									    
								 
- 
									
									16
									 
									 
									|Job 36:16|
									Nawe ubengakukhululayo yena emlonyeni wembandezelo, Akuse endaweni ebanzi, emzantsi ungacuthekileyo; Nokubekwa etafileni yakho kuzale kukutyeba.									
									    
								 
- 
									
									17
									 
									 
									|Job 36:17|
									Ke wena uzele kukugweba kwabangendawo; Ukugweba nokugwetywa kunako ukukubamba.									
									    
								 
- 
									
									18
									 
									 
									|Job 36:18|
									Kuba ubushushu mabungakuxhokonxeli ekutyhwakrazeni izandla, Nobukhulu bocamagusho mabungathi gu bucala.									
									    
								 
- 
									
									19
									 
									 
									|Job 36:19|
									Ukuzibika kwakho kokubeka ngaphandle kwembandezelo na,  Nemigushanxa yonke yamandla?									
									    
								 
- 
									
									20
									 
									 
									|Job 36:20|
									Musa ukuzonda ubusuku Bokususa izizwe esikhundleni sazo.									
									    
								 
 - 
									
 - 
				
Sugerencias
 

Haga clic para leer Juan 16-18