-
Leer por capítulos:
-
Xhosa
-
-
31
|Números 31:31|
Wenza ke uMoses noElazare umbingeleli njengoko uYehova wamwiselayo umthetho uMoses.
-
32
|Números 31:32|
Ke amaxhoba, amasalela ezinto eziphangiweyo, ababeziphangile abantu bomkhosi, aba ngamakhulu omathandathu amawaka, anamanci asixhenxe amawaka, anesihlanu samawaka empahla emfutshane;
-
33
|Números 31:33|
ngamashumi osixhenxe amawaka, anesibini samawaka eenkomo;
-
34
|Números 31:34|
ngamashumi omathandathu amawaka, anawaka-nye amaesile;
-
35
|Números 31:35|
neziqu zabantu emankazaneni angalalanga nandoda, zonke iziqu ngamashumi omathathu anesibini samawaka.
-
36
|Números 31:36|
Isiqingatha, isabelo sabaphuma umkhosi ngokwenani, saba yimpahla emfutshane engamakhulu omathathu amawaka, anamanci mathathu amawaka, anesixhenxe samawaka, anamakhulu mahlanu;
-
37
|Números 31:37|
inani likaYehova empahleni emfutshane, ngamakhulu omathandathu, anamanci asixhenxe anantlanu.
-
38
|Números 31:38|
Iinkomo, ngamashumi omathathu amawaka, anesithandathu samawaka; kuzo, inani likaYehova ngamashumi osixhenxe anambini.
-
39
|Números 31:39|
Amaesile, ngamashumi omathandathu amawaka, anamakhulu omahlanu; kuwo, inani likaYehova ngamashumi omathandathu ananye.
-
40
|Números 31:40|
Iziqu zabantu, lishumi elinesithandathu lamawaka; kuzo, inani likaYehova, iziqu zabantu, ngamashumi omathathu anazibini.
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer 2 Corintios 5-7