-
Leer por capítulos:
-
Xhosa
-
-
14
|Génesis 11:14|
UShela wahlala iminyaka emashumi mathathu, wazala uEbhere.
-
15
|Génesis 11:15|
UShela wahlala emveni kokuzala kwakhe uEbhere iminyaka emakhulu mane anamithathu, wazala oonyana neentombi.
-
16
|Génesis 11:16|
UEbhere wahlala iminyaka emashumi mathathu anamine, wazala uPelege.
-
17
|Génesis 11:17|
UEbhere wahlala emveni kokuzala kwakhe uPelege iminyaka emakhulu mane anamanci mathathu, wazala oonyana neentombi.
-
18
|Génesis 11:18|
UPelege wahlala iminyaka emashumi mathathu, wazala uRehu.
-
19
|Génesis 11:19|
UPelege wahlala emveni kokuzala kwakhe uRehu iminyaka emakhulu mabini anesithoba, wazala oonyana neentombi.
-
20
|Génesis 11:20|
URehu wahlala iminyaka emashumi mathathu anamibini, wazala uSerugi.
-
21
|Génesis 11:21|
URehu wahlala emveni kokuzala kwakhe uSerugi iminyaka emakhulu mabini anesixhenxe, wazala oonyana neentombi.
-
22
|Génesis 11:22|
USerugi wahlala iminyaka emashumi mathathu, wazala uNahore.
-
23
|Génesis 11:23|
USerugi wahlala emveni kokuzala kwakhe uNahore iminyaka emakhulu mabini, wazala oonyana neentombi.
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer Jueces 6-8