-
Leer por capítulos:
-
Xhosa
-
-
16
|Génesis 10:16|
namaYebhusi, nama-Amori, namaGirgashi,
-
17
|Génesis 10:17|
namaHivi, nama-Areki, namaSin,
-
18
|Génesis 10:18|
nama-Arvadi, namaTsemari, namaHamati; emveni koko zaphangalala izizwe zamaKanan.
-
19
|Génesis 10:19|
Umda wamaKanan wathabathela eTsidon, wasinga eGerare, wasa eGaza; wasinga eSodom, neGomora, neAdama, neTsebhoyim, wasa eLasha.
-
20
|Génesis 10:20|
Ngabo abo oonyana bakaHam, ngokwezizwe zabo, ngokweelwimi zabo, emazweni abo, ezintlangeni zabo.
-
21
|Génesis 10:21|
UShem wazalelwa naye; unguyise wabo bonke oonyana bakaEbhere, ungumzalwana omkhulu kaYafete.
-
22
|Génesis 10:22|
Oonyana bakaShem nguElam, noAsuri, noArpakishadi, noLudi, noAram.
-
23
|Génesis 10:23|
Oonyana baka-Aram ngu-Utse, noHuli, noGetere, noMashi.
-
24
|Génesis 10:24|
UArpakishadi wazala uShela, uShela wazala uEbhere.
-
25
|Génesis 10:25|
UEbhere wazalelwa oonyana bababini; igama lomnye belinguPelege, ngokuba ngemihla yakhe bahlukahluka abemi behlabathi; igama lomninawa wakhe belinguYoketan.
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer Jueces 6-8