-
Leer por capítulos:
-
Xhosa
-
-
26
|Génesis 10:26|
UYoketan wazala uAlemodadi, noShelefe, noHatsaremavete, noYera,
-
27
|Génesis 10:27|
noHadoram, noUzali, noDikela,
-
28
|Génesis 10:28|
no-Obhali, noAbhimayeli, noShebha,
-
29
|Génesis 10:29|
no-Ofire, noHavila, noYobhabhi; bonke abo bangoonyana bakaYoketan.
-
30
|Génesis 10:30|
Ukuma kwabo kwathabathela eMesha, kwasinga eZefara, intaba yasempumalanga.
-
31
|Génesis 10:31|
Ngabo abo oonyana bakaShem ngokwezizwe zabo, ngokweelwimi zabo, emazweni abo, ngokweentlanga zabo.
-
32
|Génesis 10:32|
Zizo ezo izizwe zoonyana bakaNowa, ngokweenzalo zabo, ezintlangeni zabo; zadabuka kubo abo iintlanga ehlabathini emveni konogumbe.
-
1
|Génesis 11:1|
Ke kaloku lonke ihlabathi libe lintetho-nye, limazwi manye.
-
2
|Génesis 11:2|
Kwathi, ekundulukeni kwabo besinga empumalanga, bafumana ithafa ezweni laseShinare; bahlala khona. Bathi abanye kwabanye, Yizani, senze izitena, sizitshise kunene.
-
3
|Génesis 11:3|
Baba nezitena endaweni yamatye, nebhitumene endaweni yodaka.
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer Jueces 6-8