- 
			
				
Leer por capítulos:
- 
									
   Xhosa									 - 
									
									 
- 
									
									12
									 
									 
									|Job 6:12|
									Angamandla amatye na amandla am? Inyama yam ilubhedu na?									
									    
								 
- 
									
									13
									 
									 
									|Job 6:13|
									Akuphelile yini na kum ukuncedakala, Ukuzimaseka kwabhejethwa kwakanye?									
									    
								 
- 
									
									14
									 
									 
									|Job 6:14|
									Akuhlaziswa oqotyiweyo ngummelwane wakhe, Uya kulahla ukumoyika uSomandla.									
									    
								 
- 
									
									15
									 
									 
									|Job 6:15|
									Abazalwana bam banginizile njengomlanjana, Njengomphantsi wemilanjana etshayo,									
									    
								 
- 
									
									16
									 
									 
									|Job 6:16|
									Emdaka ngumkhenkce, Elizifihla kuyo ikhephu.									
									    
								 
- 
									
									17
									 
									 
									|Job 6:17|
									Ekufikeni kokufudumala iyabhanga; Lakubalela ithi qoko,  ingabikho ezindaweni zayo.									
									    
								 
- 
									
									18
									 
									 
									|Job 6:18|
									Iyajikajika imendo yokuhamba kwayo, Inyuka iye enyanyeni,  idake.									
									    
								 
- 
									
									19
									 
									 
									|Job 6:19|
									Imikhoko yakwaTema yabheka, Imiqodi yakwaShebha yathemba yona;									
									    
								 
- 
									
									20
									 
									 
									|Job 6:20|
									Yadana, kuba ibikholosile; Yafika khona, yaneentloni.									
									    
								 
- 
									
									21
									 
									 
									|Job 6:21|
									Kuba ngoku nisuke naba yinto engento, Nibone ukuqhiphuka umbilini, noyika.									
									    
								 
 - 
									
 - 
				
Sugerencias
 

Haga clic para leer Juan 16-18