-
Leer por capítulos:
-
Xhosa
-
-
24
|Job 24:24|
Ziphakame: kube mzuzwana zingabikho. Zithe ngqu, zibuthiwe njengabanye bonke, Zinqanyulwe njengesikhwebu sengqolowa.
-
25
|Job 24:25|
Ukuba kanti akunjalo, ngubani na owondenza othetha amanga, Akwenze into engento ukuthetha kwam?
-
1
|Job 25:1|
Wasusela uBhiledadi wakwaShuwa, wathi,
-
2
|Job 25:2|
Ulawulo nonkwantyiso lunaye; Wenza uxolo ezindaweni zakhe eziphezulu.
-
3
|Job 25:3|
Inokubalwa na imikhosi yakhe? Ngubani na ongaphunyelwayo kukukhanya kwakhe?
-
4
|Job 25:4|
Angathini na umntu ukuba lilungisa kuThixo? Angathini na ukuba ngoqaqambileyo ozelwe ngumfazi?
-
5
|Job 25:5|
Yabona, nenyanga ayimhlophe, Neenkwenkwezi aziqaqambile, emehlweni akhe.
-
6
|Job 25:6|
Ubeke phi na ke umntu, impethu le, Nonyana ka-Adam, umbungu lo?
-
1
|Job 26:1|
Waphendula uYobhi, wathi,
-
2
|Job 26:2|
Utheni na wena ukumnceda ongenamandla, Nokuyisindisa ingalo engenamandla?
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer 2 Corintios 8-10