-
Leer por capítulos:
-
Xhosa
-
-
15
|Génesis 5:15|
UMahalaleli wahlala iminyaka emashumi mathandathu anamihlanu, wazala uYerede.
-
16
|Génesis 5:16|
UMahalaleli wahlala emveni kokuzala kwakhe uYerede iminyaka emakhulu asibhozo anamanci mathathu; wazala oonyana neentombi.
-
17
|Génesis 5:17|
Iyonke imihla kaMahalaleli yaba yiminyaka emakhulu asibhozo anamanci asithoba anamihlanu; wafa ke.
-
18
|Génesis 5:18|
UYerede wahlala iminyaka elikhulu elinamanci mathandathu anamibini, wazala uEnoki.
-
19
|Génesis 5:19|
UYerede wahlala emveni kokuzala kwakhe uEnoki iminyaka emakhulu asibhozo; wazala oonyana neentombi.
-
20
|Génesis 5:20|
Iyonke imihla kaYerede yaba yiminyaka emakhulu asithoba anamanci mathandathu anamihlanu, anamibini; wafa ke.
-
21
|Génesis 5:21|
UEnoki wahlala iminyaka emashumi mathandathu anamihlanu, wazala uMethusela.
-
22
|Génesis 5:22|
UEnoki wahamba noThixo, emveni kokuzala kwakhe uMethusela, iminyaka emakhulu mathathu; wazala oonyana neentombi.
-
23
|Génesis 5:23|
Iyonke imihla kaEnoki yaba yiminyaka emakhulu mathathu, anamanci mathandathu anamihlanu.
-
24
|Génesis 5:24|
UEnoki wahamba noThixo; akabakho, ngokuba uThixo wamthabatha.
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer Jueces 4-5