-
Leer por capítulos:
-
Xhosa
-
-
22
|Job 12:22|
Utyhila iinzulu zasebumnyameni, Alikhuphele emhlotsheni ithunzi lokufa.
-
23
|Job 12:23|
Ukhulisa iintlanga, azitshabalalise; Uziphangalalisa iintlanga azifuduse.
-
24
|Job 12:24|
Ususa ingqondo kwiintloko zabantu balo ilizwe, Azibhadulise enyanyeni engenandlela.
-
25
|Job 12:25|
Ziphamza emnyameni kungekho kukhanya, Azibhadulise njengamanxila.
-
1
|Job 13:1|
Yabona, konke oko likubonile iliso lam, Yakuva indlebe yam, yakuqonda.
-
2
|Job 13:2|
Njengoko nazi ngako, ndiyazi nam; Andiwi nganeno kwenu.
-
3
|Job 13:3|
Kodwa mna ndinga ndingathetha kuSomandla, Ndifuna ukuzihlamba kuThixo.
-
4
|Job 13:4|
Kodwa ke nina ningabadyobha ngobuxoki, Ningamagqirha angento nonke niphela.
-
5
|Job 13:5|
Anaba benithe tu kanye; Nibe niya kuba nilumkile.
-
6
|Job 13:6|
Khaniphulaphule ke ukuzihlamba kwam, Ukuphika komlomo wam nikubazele indlebe.
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer Números 31-32