-
Leer por capítulos:
-
Xhosa
-
-
4
|Job 18:4|
Wena uziqwengayo ngomsindo wakho, Liya kushiywa ihlabathi ngenxa yakho, lingamiwa na? Likhwelele iliwa endaweni yalo?
-
5
|Job 18:5|
Noko nokukhanya oku kongendawo kuya kucinywa, Lingabi mhlophe ilangatye lomlilo wakhe.
-
6
|Job 18:6|
Ukukhanya kuya kwenziwa mnyama ententeni yakhe, Nesibane sakhe sicinywe phezu kwakhe.
-
7
|Job 18:7|
Ukunyantsula kwakhe kuya kuxinwa, Limphose phantsi kwaelakhe iqhinga.
-
8
|Job 18:8|
Kuba uqhutyelwe emnatheni ziinyawo zakhe, Uhamba phezu kwesibatha.
-
9
|Job 18:9|
Umgibe umbambisa ngesithende, Limbambise isango.
-
10
|Job 18:10|
Lufihliwe emhlabeni ulutya lwakhe, Ukuthiwa hlasi kwakhe kusengqushwini.
-
11
|Job 18:11|
Uyadandathekiswa ngeenxa zonke kukukhwankqisa, Kumbhebhethe, kuthane mbende naye.
-
12
|Job 18:12|
Amandla akhe aya kuphela kukulamba, Ukusindeka kulungiselwe ukujingxela kwakhe.
-
13
|Job 18:13|
Kudla iziqendu zolusu lwakhe; Udla iziqendu zakhe owamazibulo wokufa.
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer 2 Reyes 24-25