-
Leer por capítulos:
-
Xhosa
-
-
21
|Job 37:21|
Ke ngoku akubonwa kukhanya Kukhazimlayo, kusesibhakabhakeni; Kudlula umoya, lise.
-
22
|Job 37:22|
Entla kuziwa negolide; Phezu koThixo yindili eyoyikekayo.
-
23
|Job 37:23|
USomandla asinakumfumana, mkhulu ngamandla; Akagwenxi siko nabuninzi bobulungisa.
-
24
|Job 37:24|
Ngako oko bayamoyika abantu; Akabakhathalele bonke abalumke ngokwabo.
-
1
|Job 38:1|
Waza uYehova wamphendula uYobhi, esemoyeni ovuthuzayo, wathi,
-
2
|Job 38:2|
Ngubani na lo usitha icebo Ngokuthetha okungenakwazi?
-
3
|Job 38:3|
Khawuwabhinqise njengomfo amanqe akho, Ndikubuze, undazise.
-
4
|Job 38:4|
Ubuphi na wena ukuseka kwam ihlabathi? Xela, ukuba uyazi, uyaqonda.
-
5
|Job 38:5|
Ngubani na omise imilinganiso yalo, ukuba uyazi? Ngubani na ololulele ulutya lokulinganisa?
-
6
|Job 38:6|
Zifakwe ntwenini na izikhondo zeentsika zalo? Ngubani na owabeka ilitye lalo lembombo,
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer 2 Corintios 5-7