-
Leer por capítulos:
-
Xhosa
-
-
24
|Job 36:24|
Khumbula ukuba uwukhulise ngendumiso umsebenzi wakhe, Awuhlabele ingoma amadoda.
-
25
|Job 36:25|
Bonke abantu bayawubona; Umntu uwukhangela emgama.
-
26
|Job 36:26|
Yabona, uThixo mkhulu, asimazi; Inani leminyaka yakhe aligocagoceki.
-
27
|Job 36:27|
Kuba utsalela phantsi amathontsi amanzi, Achaphaze eyimvula enkungwini yakhe,
-
28
|Job 36:28|
Esiyinisayo isibhakabhaka, Ivuze phezu kwabantu abaninzi.
-
29
|Job 36:29|
Kanene baya kuqonda na ukwanekwa kwamafu, Nokuzongoma komnquba wakhe?
-
30
|Job 36:30|
Yabona, waneka phezu kwakhe ukukhanya kwakhe, Azigubungele ngamazantsi olwandle.
-
31
|Job 36:31|
Kuba ngezo nto ugqweba izizwe, Unika ukudla ngento eninzi.
-
32
|Job 36:32|
Izandla zozibini uzigubungela ngombane, Awuwisele umthetho ngokochanayo.
-
33
|Job 36:33|
Ukugquma kwakhe kuyamxela, Kwaneenkomo, ukuba uza kunyuka.
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer 2 Corintios 5-7