-
Leer por capítulos:
-
Xhosa
-
-
10
|Job 35:10|
Ke abatsho ukuthi, Uphi na uThixo uMenzi wam, Osinika ingoma ebusuku,
-
11
|Job 35:11|
Osifundisa ngaphezu kweenkomo zehlabathi, Asiphe ubulumko ngaphezu kweentaka zezulu?
-
12
|Job 35:12|
Bandula bakhale, angaphenduli, Ngenxa yekratshi labanobubi.
-
13
|Job 35:13|
Hayi, yona into ekhohlakeleyo akayiva uThixo, USomandla akayikhathalele.
-
14
|Job 35:14|
Noko utshoyo ukuthi akumkhathalele, Ityala liphambi kwakhe, lindela kuye ke!
-
15
|Job 35:15|
Ke ngoko xa ungekaveleli umsindo wakhe, Akazani na kunene nesikhukhumali?
-
16
|Job 35:16|
Ke uYobhi ufumana awuvule umlomo wakhe, Akwandise ukuthetha engenakwazi.
-
1
|Job 36:1|
Waqokela uElihu, wathi,
-
2
|Job 36:2|
Khawenze kuhle, ndikutyele; Kuba kusekho ukuthetha okusingisele kuThixo.
-
3
|Job 36:3|
Ndiya kukuphakamisela entweni ekude ukwazi kwam, Ndimnike ubulungisa uMenzi wam.
-
-
Sugerencias
Haga clic para leer Romanos 5-7